lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndibonis’indlela – mandisi dyantyis

Loading...

ndibonis’ indlela yam
ndibonis’ indlela yam
hleze ndilahlek’ ngempela
nd’cel undibonis’ indlela yam

ndibonis’ indlela yam
ndibonis’ indlela yam
hleze ndilahlek’ ngempela
nd’cel undibonis’ indlela yam

ngoba kudala ndibhadula
njengalibhadi
ndiphelelwe ngamacebo
nd’cel undibonis’ indlela yam
ngoba kudala ndibhadula
njengalibhadi
ndiphelelwe ngamacebo
nd’cel undibonis’ indlela yam

[break]

ngoba kudala ndibhadula
njengalibhadi
ndiphelelwe ngamacebo
nd’cel undibonis’ indlela yam

ngoba kudala ndibhadula
njengalibhadi
ndiphelelwе ngamacebo
nd’cel undibonis’ indlela yam
nd’cеl undibonis’ indlela yam
nd’cel undibonis’ indlela yam

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...