lirik lagu honey – maxhoseni
intro
lengomandiyiculelaomny’umntanaoyitsheri yam
kodwayenaakayazilontoukubauyitsheri yam
verse 1
honey ukubandiqalendafauzuth’ekhayabangand’ngcwabi
balindekufewenabasingcwabenge casket eyi one
ngob’elamiphuphalelokubasingohlulwakukufa
ndithikwiz’ganekoezenzekakwesisixeko
ndifunasibe together okwehlwempu ne ntlupheko
indlelaomhleng-youd’unconywen-z-mfama
abantuxabebuzandingubanindibhudangelakhoigama
qhoesikolweniakukhonanye i-subject endiyipasayo
ngobaxandibhalaandiphenduliezizintozibuzwayo
ndisukandibaliseindlelaesadibanang-yo
ngobalonk’ixesha sweetie ndicingangawe
ndithieyam i-id ndizoyifotanawe
ukubaandivunyelwandenzenjalo
endaweni ye fani yam ndizofak’igamalakho
lento ndiyithethayoukuba still abayivumeli
into endizaw’yenzandizaw’bulal’umongameli
ngobandiyayaziamapolisaazondibambaayondivalelaetrongweni
xandifikaetrongwenindizocelaamabanjwaandigcogc’igamalakhoemzimbeni
ukubandenzenjaloigamalakhoaphak-msozetulicimeke
engqondwenisozetu li-libaleke
inqaweendiyitshayayoebominindidendiyibeke
chorus
abantubasolokobezihluphangokuzamausohlula
honey ndiyak’thembisasozetulifezekeelophupha
ngobandizohlalandikuthandaamehlowamad’avalwekukufa
abantubasolokobezihluphangokuzamausohlula
honey ndiyak’thembisasozetulifezekeelophupha
ngobandizohlalandikuthandaamehlowamad’avalwekukufa
verse 2
abantubafunasohlukane but sozelifezekeelophupha
ngobandiyintshayiulicuba
ndilinxilauyi beer
ndilicangousis’khiya
intokazienjengaweaphak-mengqondweni
izohlalaikhonaokwebhayibhileecaweni
kulendlusayakhayongothandousathanaakanongena
qhoxandiz’bukaes’piliniandiziboningobasthandwakuvelawena
abantuigamalakhobasolokobel’ngcolisabelibekaizityholo
kodwaandikhathalisizohlalasi together okwegeza ne bhofolo
abanyeabaninzisebayekanok’zamauthandolwethuukulimosha
ngobabayabonasingofasty like i-s-x no marhosha
ndithikuzozonkeezizintozenzekayo
kule life siyiphilayo
thinasizohlalasingofasty like amatsheriako y no mdovolo
abantuabahlalako bm nes’mokolo
chorus
abantubasolokobezihluphangokuzamausohlula
honey ndiyak’thembisasozetulifezekeelophupha
ngobandizohlalandikuthandaamehlowamad’avalwekukufa
abantubasolokobezihluphangokuzamausohlula
honey ndiyak’thembisasozetulifezekeelophupha
ngobandizohlalandikuthandaamehlowamad’avalwekukufa
outro
yeah, ndifun’ukuthi “hi” kubobonk’o ex bam
kunyenalamatsheriangazangeandivumendiwagqula
but bangabonindisithikubo “hi” bacingefan’bandisabathanda
ha.anjendidlalangamagama
endimthandayongulondimculelayo
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu ridley faires › lirik lagu different then all – ridley faires
- kumpulan lirik lagu 2gaudy › lirik lagu i love how you do it – 2gaudy
- kumpulan lirik lagu tealwaves › lirik lagu drop off – tealwaves
- kumpulan lirik lagu shingie lee › lirik lagu rapper – shingie-lee
- kumpulan lirik lagu gorejit › lirik lagu whoareyou – gorejit
- kumpulan lirik lagu ash leone › lirik lagu residue – ash leone
- kumpulan lirik lagu 井上あずみ azumi inoue › lirik lagu おかあさん (mother) – 井上あずみ (azumi inoue)
- kumpulan lirik lagu anuel aa › lirik lagu solo yo – anuel aa
- kumpulan lirik lagu dat g vt › lirik lagu giống như tình anh – đạt g (vt)
- kumpulan lirik lagu egyptian › lirik lagu hey love – egyptian