lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu abasazi – mikkie somaqhuzu

Loading...

[intro]
i swear to go man.. abasazi
i swear!!!!.. hahaha ey… yeah

[verse 1]

ndiyafunga abasaz abasaz
kdala slapha ngqwela still abasazi
ba broke abana airtime still aba buzz
bayafoster coz
kubo irap yioversize
bathi qhuzu you’ll never blow up
with the barz

i don’t mean to rude
igame umoshakele
zonke z’khohlakele
ngqina s’krelekrele
umaauntiza uthe mntanam
uzuqaphele
ngokrebe abapheth amakrele

it’s hardwork as’lali
sfakispani as’dlali
jonga wena ujonge thina
uyabon’ is k!ll asfani
you can keep your d-mn deal
usomaqhuzu akasigni

bandbon ephephen then bacinge ndiyaphila
bandbon ethivin then bacinge ndiyaphila
maybe that’s why namahater nawo
eseqala nok’hlina

if awusaz awusaz
but mchana bayayaz
apha sfak uswaz

[pre chorus]

hay abasaz abasaz abasaz …….
ndiyafunga abasaz abasaz …… x2

[chorus]
hay abasaz abasaz …………. (yeah)
ndiyafunga abasaz abasaz (x4)………. (d-mn)

[verse 2]

mamelan makwedini…
no hate
amajita andiwafili
lixesha lozala
ndkhulelwe siskili
get the f-ck out of here
andizuyphinda kabini

hay abasaz manyani
f-ck your top 10
aniwaz amanani
egamini sekngenwa ngemali
bafaka abangani
bayaxoka sovela
side chick enenkani

ispani sfakiwe
amashows ak!lliwe
amarepha abhenyiwe
svaleliwe
swa exposile amarepha abhaleliwe

andnandaba negame
andnandaba fame
the main aim
kukbon uma auntiza kwi plane
i’ll never change dwag…
i’m still the same
straight to the internet
if you don’t know the name

mchana kdala nd’lapha
ungafunga diy’nyanga

if awusaz awusaz
but mchana bayayaz apha sfak uswazi

[chorus]

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...