lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu lalala – moneoa

Loading...

[intro]

[verse 1]
ndikhumbula kdala, ndihleli nomama
kwasuka kwadlula lo brother
enxib’ ihembe elimhlophe
wandijonga ngecala
ndangcangcazel’ izandla
hayi man, yen’ uyandichaza
akasmhle, ndyakxelela. mzala

[chorus]
ndikucinga njalo baby ndixakekile hey
intloni andinazo baby, wen’ uthandiwe
soz’ ndimfuman’ omunye ondiphambanisa njengawe
wen’ upheth’ intliziyo yami
ooh lalala*lalala
ooh lalala*lalala
ooh lalala*lalala

[verse 2]
qalaqala ukubonana, ndandisengumntana
xa ehamba ndfun’ ukukhala
ndizenz’ umntana omncinnci
nangelinye ilanga sigqib’ u’xabana
waveske wacela ukunditshata
ndaphambana, ndyakuxelela. mzala
[chorus]
ndikucinga njalo baby ndixakekile hey
intloni andinazo baby, wen’ uthandiwe
soz’ ndimfuman’ omunye ondiphambanisa njengawe
wen’ upheth’ intliziyo yami
ooh lalala*lalala
ooh lalala*lalala
ooh lalala*lalala

[bridge]
khona khona lo bhuti ondiphetheyo
khona khona lo bhuti ondiphetheyo
tshona phantsi, and’vuse ke
tshona phantsi, and’vuse ke

khona khona lo bhuti ondiphetheyo
khona khona lo bhuti ondiphetheyo
tshona phantsi, and’vuse ke
tshona phantsi, and’vuse ke

[chorus]
ndikucinga njalo baby ndixakekile hey
intloni andinazo baby, wen’ uthandiwe
soz’ ndimfuman’ omunye ondiphambanisa njengawe
wen’ upheth’ intliziyo yami
ooh lalala*lalala
[refrain]
xa sisemathandweni kukhal’ ulalala
xa sisemathandweni kukhal’ ulalala
lalala*lalala, lalalal*laala, lalala*lalala
lalala*lalala, lalalal*laala, lalala*lalala
la la la la la la la la
[?]

[outro]
oh i love him
i love him
i love him
i love him
yes i do
oh i love him
i love him
i love him
i love him
yes i do
oh yes i do
oh yes i do, oh

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...