lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu molo – moneoa

Loading...

[intro]
hampeya mpeya
hampeya mpeya
hampeya mpeya
hampeya mpeya
hampeya mpeya
hampeya mpeya

[verse 1]
ndazalelwa kusekuhle
kusasemnandi, umndeni usaqinile
wasweleka ummakhulu esasemncinci
labanda ke lonk’ ikhaya
ndiyakhumbula bo

[chorus]
molo molo molo (hampeya)
molo, molo molo (mpeya)
molo, molo molo bo (hampeya mpeya)
ndithi molo, molo molo (hampeya mpeya)
ayeh yeh molo, molo bo (hampeya mpeya)
ndithi molo, molo molo (hampeya mpeya)
ayeh yeh molo, molo bo (hampeya mpeya)
molo molo molo (hampeya)
molo, molo, molo molo bo (mpeya)
[verse 2]
ndakhula utat’ engеkho
indim nomama, sisokola sobabini
ndiyakhumbula bo
siz’buza senze ntoni
uba siwelwе bubuhlungu obungaka
ndiyakhumbula bo
wathi “thula, thula mntwana, hamba nothixo xa ufun’ ukuphumelela”
bathi “thula, thula mntwana, hamba nothixo xa ufun’ ukuphumelela”
ndiyakhumbula bo

[chorus]
ayeh yeh, ayeh yeh (hampeya mpeya)
molo, molo bo
molo molo bo (hampeya mpeya)
ndiyakhumbula bo
molo molo molo (hampeya mpeya)
ayeh yeh molo molo bo (hampeya mpeya)
molo molo molo (hampeya mpeya)
ayeh yeh molo molo bo (hampeya mpeya)
molo, molo, molo (hampeya mpeya)
molo molo bo (hampeya mpeya)
molo molo bo (hampeya mpeya)

[bridge]
kodwa ke ndiyakhumbula
besithi and’sobe ndibe
yinto aph’ emhlabeni
behleka bedidisa umoya nethemba lam
besithi umculo wam awusobe uphumelele
jonga ngok bayandifuna
bafun’ uktshomana nam
bathi “hayi uyayibetha, le nto yakho oyenzayo”
ndihleke, ndyababona bacinga sendilibele
kodwa ke ndiyakhumbula
[refrain]
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene
besithi ndiphambene

[outro]
molo molo molo
molo molo molo
molo molo molo

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...