lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndizincamile – msaki

Loading...

imvula inqabile phakathi kwam nawe
incoko inciphile, andisawazi namehl’ akho
thatha ipeki ulime, nantsi intliziyo yam
n0ba sekomile, isendim’ ixhanti lakho
lakho ndingowakho (lakho ndingowakho)

eyi, ngxaki yam andithethi xandixakekile
moya wam awuxoli xa uxhelekile
ngxaki zami zonke ndizehlisa ngebhotile
namhlanj’uyinkosikaziyam send’igodukile
eish cel’ubuye mangwane
side sixabane kangaka kanti ngabe kubangwan
eish ndikhumbuz’uevelyn ubonanje
umam evelyn bonase, jonga
bona bemane benyuka besihla, begadane nam nawe
bedibene ngam nawe

thand’idyan endala
yak’thand’dyan endala blind
soze nd’vuyis’iintshaba ndihlale nje ndingakulandi
jonga jonga, ndicel’ungandinqandi
ubandingahlala ndingakulandi ndizabe ndikakuthandi
thand’idyan endala
yak’thandi dyan endala blind
soze nd’ndibukel’amanz’ngen’endlin ndingawanqandi

ufiksi uthand’uxola
mna ndisathanda wena
mandizilungise
hay’bo ndizincamile
ufiksi uthand’uxola
mna ndisathanda wena
mandizilungise
hay’bo ndizincamile

ufiksi uthand’uxola
mna ndisathanda wena
mandizilungise
hay’bo ndizincamile
ufiksi uthand’uxola
mna ndisathanda wena
mandizilungise
hay’bo ndizincamile
igalel’ imvula, umhlab’athambe
sikhuphek’ukhula siphinde sibonane
igalel’ imvula umhlab’athambe
sikhuphek’ukhula siphinde sibambane

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...