lirik lagu ezweni – nathi
[chorus]
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
sekulithuba ndiphansi kwelanga
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
amehlo wam alubonil’ usizi
[verse 1]
nqanda mhlekazi, ubhudise amacebo wabo
kubhidanis’ ukuthetha kwabo, ndicel’ ukubenza bangavani
kuba ndibona ngonyamelo
kunye nesidubedube
‘mini n0busuku ujikelezana neendonga
seziyaphuphumala, ubugwaja n0butshijolo
nakwiindawo zemfutho, bahleli ngengcindezelo
n0bukrelemnqa, buhlel’ ezingqondweni zabo
hayi, andinanto kwenza mna namamenemene
[chorus]
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
sekulithuba ndiphansi kwelanga
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
amehlo wam alubonil’ usizi
[verse 2]
zahlekisa ngam zonk’ intshaba zam
zazisithi k*m “uyakufa nini na?”
kakad’ ungabi sakhunjulwa?”
nakba beze kundivelela
ndyabazi nabo ngokungand’nced’
belapha nje bazoqokelel’ indaba zam
bazohamba beyisasaza intlebendwane
uzova besithi “akasobe abe savuka”
asikuko, sekebuthwa njenge nkunk*ma
nditsho neqabane lam selindijikele
[chorus]
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
sekulithuba ndiphansi kwelanga
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
amehlo wam alubonil’ usizi
[bridge]
hayi andizange!
hayi andizange!
hayi andizange!
ndibon’ intw’ enjena
hayi andizange!
hayi andizange!
hayi andizange!
ndibon’ intw’ enjena
[chorus]
ngoba kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
amehlo wam alubonil’ usizi
[outro]
kudala ndilaph’ ezweni
iinyawo zam zide zigcwel’ intsente
kudala ndibon’ izinto
amehlo wam alubonil’ usizi
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu くらげp kuragep › lirik lagu my r – くらげp (kuragep)
- kumpulan lirik lagu the raven autarchy › lirik lagu tsuki – the raven autarchy
- kumpulan lirik lagu andrew rudy › lirik lagu unmoving – andrew rudy
- kumpulan lirik lagu петров и октябрь petrov i orkyabr › lirik lagu устал (tired) – петров и октябрь (petrov i orkyabr’)
- kumpulan lirik lagu sho nuff group › lirik lagu hold on for love – sho-nuff (group)
- kumpulan lirik lagu lil extazzz › lirik lagu untitled – lil extazzz
- kumpulan lirik lagu melt yourself down › lirik lagu dot to dot – melt yourself down
- kumpulan lirik lagu biggestbiggestbrat › lirik lagu come pop me !! – biggestbiggestbrat
- kumpulan lirik lagu blvzeee c3lt › lirik lagu писят девять – blvzeee, c3lt
- kumpulan lirik lagu областная шмара oblastnaya shmara › lirik lagu xxxgen5hin_rapxxx (shadowraze diss) – областная шмара (oblastnaya shmara)