lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu intliziyo – nathi

Loading...

[intro]
kukh’ indawo, intliziyo
wayenz’ uthixo yafihlakala
kukh’ indawo, intliziyo
wayenz’ uthixo yafihlakala

[pre*chorus]
angek’ uzazi iingcinga zomntu
neendlela zakhe zaziwa nguye
angek’ uzazi iingcinga zomntu
neendlela zakhe ahamba ngazo

[chorus]
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?

[verse 1]
undihlambe intliziyo
ndingekalali kobu buthongo
undihlambe ezonweni
ndingekalali kobu buthongo

[pre*chorus]
angek’ uzazi iingcinga zomntu
neendlela zakhe zaziwa nguye
angek’ uzazi iingcinga zomntu
neendlela zakhe ahamba ngazo
[chorus]
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?

[verse 2]
ingakwenza uzibuz’
imibuzo engaphendulekiyo
ingakwenza ungalal’ ebusuku
ingakufaka ezintweni intliziyo yakho
ingakufaka ezintweni intliziyo yakho

[chorus]
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?

[bridge]
lent’ uyenzayo
(kanti zisetshe wena, ngokwakho)
n0ba wenzani, uzenzela wena
lent’ uyenzayo
(kanti zisetshe wena, ngokwakho)
n0ba wenzani, uzenzela wena
[chorus]
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?
kanti zisetshe wena, ngokwakho
uhamba kanjani?

[outro]
kukh’ indawo, intliziyo
wayenz’ uthixo yafihlakala
kukh’ indawo, intliziyo
wayenz’ uthixo yafihlakala

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...