lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu oxamu – nomfundo

Loading...

[chorus]
baxabene oxamu
bexabene ngengxongxo
bexakwe yinxu baxaka

baxabene oxamu
bexabene ngengxongxo
bexakwe yinxu baxaka

[verse 1]
hayi, ke le gqi iqheya
laxing’ eqhingeni
beliqhatha baba geqotho leqhude

hayi, ke le gqi iqheya
laxing’ eqhingeni
beliqhatha baba geqotho leqhude

[chorus]
baxabene oxamu
bexabene ngengxongxo
bexakwe yinxu baxaka

baxabеne oxamu
bexabenе ngengxongxo
bexakwe yinxu baxaka
[verse 2]
hayi, ke le gqi iqheya
laxing’ eqhingeni
beliqhatha baba geqotho leqhude

hayi, ke le gqi iqheya
laxing’ eqhingeni
beliqhatha baba geqotho leqhude

hayi, ke le gqi iqheya
laxing’ eqhingeni
beliqhatha baba geqotho leqhude

[chorus]
baxabene oxamu
bexabene ngengxongxo
bexakwe yinxu baxaka

baxabene oxamu
bexabene ngengxongxo
bexakwe yinxu baxaka

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...