lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu hlawule konke – noted

Loading...

[intro]
uthi umsindisi “mandla amancinci”
lind’uthandaze, ndikunika konke
ungalahl’ithemba, uz’ubambelele

[chorus]
ulihlawulile ityala lakho
ulihlawulile ityala lakho

[verse 1]
emnqamlezweni wafa khon’uyesu
efela mina nawe, ukuze siphile
ungalahl’ithemba, uz’ubambelele

[chorus]
ulihlawulile ityala lakho
ulihlawulile ityala lakho

[verse 1]
emnqamlezweni wafa khon’uyesu
efela mina nawe, ukuze siphile
ungalahl’ithemba, uz’ubambelele (oh welele)

[chorus]
ulihlawulile ityala lakho (oh welele)
ulihlawulile ityala lakho
[bridge]
uhlawule konke (konkе)
ndiyambulela (lela)
uhlwule konkе (konke)
ndiyambulela (bulela)

uhlawule konke (konke)
ndiyambulela (lela)
uhlawule konke (konke)
ndiyambulela (bulela)

uhlawule konke (konke)
ndiyambulela (lela)
uhlawule konke (konke)
ndiyambulela (bulela)

uhlawule konke (konke)
ndiyambulela (lela)
uhlawule konke (konke)
ndiyambulela (bulela)

[outro]
ngenxa yothando (konke)
wazinikela (lela)
uhlawle konke (konke)
ndiyambulela (bulela)
ngenxa yothando (konke)
wazinikela (lela)
uhlawule konke (konke
ndiyambulela (bulela)

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...