lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ayazizela – oskido

Loading...

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela

suyenza lento uyenzayo
ungenzi ingathi awuboni, ndijonge wena
suyenza lento uyenzayo
utsho ngo ubuhle obuncwengileyo

suyenza lento uyenzayo
ungenzi ingathi awuboni, ndijonge wena
suyenza lento uyenzayo
utsho ngo ubuhle obuncwengileyo

amadoda ayazizela
babona esisimilo sakho
subahoya, subahoya
ndim indoda emadodeni

(ndim indoda ephelele) ncobela umayiza uqobodwane
(ndim indoda ephelеle) nditshis’emva nangaphambili
(ndim indoda ephеlele) ncobela umayiza uqobodwane
(ndim indoda ephelele) yeka lento manu sithi
andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela
yeka lento manu sithi

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela

it’s a yaozo, yaozo, yaozo, yaozo, yaozo
yaozo, yaozo, yaozo, yaozo
it’s a yaozo, yaozo, yaozo, yaozo, yaozo
yaozo, yaozo, yaozo, yaozo

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela
yeka lento manu sithi

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela
kodwa wena uyandithambisa
uyandiphambanisa
i can let you wenz’intando yakho ngam

ndiyazinikezela
ndiyazinikezela
ndicela wenz’intando yakho ngam
whoa, bafazi

ngibambeni, ngibambeni
ngibambeni, ngibambeni
whoa*oh, ngibambeni
nangu lo muntu uyangigulisa

angeke ulale, angeke ulale
angeke ulale, namhlanje angeke ulale
angeke ulale, angeke ulale
angeke ulale, namhlanje angeke ulale

ndibambe kulondawo, hlala kuyo, hlala kuyo
ndithinte kulondawo, hlala kuyo, hlala kuyo
ndibambe kulondawo, hlala kuyo, hlala kuyo
angeke ulale namhlanje, angeke ulale namhlanje

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela
andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela
yeka lento umanu sithi

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela
yeka lento umanu sithi

andiwabizi amadoda
ayazizela
ayazizela
andiwabizi ayazizela

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...