lirik lagu qhusa – pitbull k-9
ngoku ndandiqala ucula kwakungekho lula andifuni noxoka
ngoku ilevel iyatshintsha ndibafuna imali bathi ndiyachoma
kaloku ndikubhalele iverse mna k*m makungene amaqhosha
ngoku ungeyo cherry xa undifuna kwi track yakho uzobhoda
kaloku xa ndiphuma ekhaya mandibale ama coins obhatala iproducer
iphume itrack yakho ndikunike xxxx ntwana yenze uqhusa
yenze uqhusa xxxx ntwana yenze uqhusa
yenze uqhusa xxxx ntwana yenze uqhusa
ndiyabulisa apho eback niyandiva na?
nanga amabhulu ingabe niyawosaba na?
xa ndifika endaweni ntwana ndenza uqhusa
xa ndifika estudio amajita ayazulisa
ndibize nge chief my bruh xa kungekho mali ndibala ntoni na?
undibuza ndenzani ngoku ndifowunela uliger
ndifuna enze ibeat endizokuyicisha nama n*gga
senza uqhusa etrue levels senza uqhusa
sukubuza ndiyayazi uzophikisa
k*m ufuna iverse mna ndifuna umadiba hah! hah!
ngoku ndandiqala ucula kwakungekho lula andifuni noxoka
ngoku ilevel iyatshintsha ndibafuna imali bathi ndiyachoma
kaloku ndikubhalele iverse mna k*m makungene amaqhosha
ngoku ungeyo cherry xa undifuna kwi track yakho uzobhoda
kaloku xa ndiphuma ekhaya mandibale ama coins obhatala iproducer
iphume itrack yakho ndikunike xxxx ntwana yenze uqhusa
yenze uqhusa xxxx ntwana yenze uqhusa
yenze uqhusa xxxx ntwana yenze uqhusa
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu blundetto feat cornel campbell little harry › lirik lagu good ol’ days – blundetto feat. cornel campbell & little harry
- kumpulan lirik lagu mary ohara › lirik lagu danny boy – mary o’hara
- kumpulan lirik lagu venomenon › lirik lagu forged in irony – venomenon
- kumpulan lirik lagu itamar assumpcao › lirik lagu vamos nessa – itamar assumpção
- kumpulan lirik lagu maikel delacalle › lirik lagu con to’ – maikel delacalle
- kumpulan lirik lagu electric six › lirik lagu french bacon – electric six
- kumpulan lirik lagu cw132 › lirik lagu leben und tod des justin lindacher – cw132
- kumpulan lirik lagu zapass scar › lirik lagu stheory – zapass scar
- kumpulan lirik lagu videoclub › lirik lagu mai – videoclub
- kumpulan lirik lagu травма travma › lirik lagu режим бога (god mode) – травма (travma)