lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu buyisa – ringo madlingozi

Loading...

buyisa lyrics
[chorus]
buyisa uthando lwam, dali
buyisa khawuleza

aw ntombazana (amehlo akho)
oh (asandibulala, nguwe wedwa)

buyisa uthando lwakho, dali buyisa
khawuleza

awu ntombazana (uncumo lwakho)
ncumo lwakho (lusandibulala)
kunjalo (nguwe wedwa)

[verse 1]
ngoba sendiphi na
n0ba ndenza ntoni na
ngoba sekutheni na
ewe, ndibona wena wedwa

ngoba sendiphi na
n0ba ndenza ntoni na
ngoba sekutheni na
ewe, ndibona wena wedwa
buyisa
[chorus]
buyis’ uthando lwam’, dali, buyisa
khawuleza

ntombazana (amehlo akho)
mehlo akho (asandibulala)
kunjalo (nguwe wedwa)

buyis’ uthando lwakho, dali, buyisa
khawuleza

awu, ntombazana (uncumo lwakho)
ncumo lwakho (lusandibulala)
oh (nguwe wedwa)

[verse 2]
n0ba ixesh’elide kangakanani na
akuna msebenzi, akuna msebenzi
n0ba bangathini na
ewe, ngithanda wena wedwa

n0ba ixesh’elide kangakanani na
n0ba bangathini na
akuna msebenzi, ayi, akuna msebenzi
ndibona wena wedwa
[chorus]
buyis’ uthando lwam’, dali, buyisa
khawuleza

buyis’ uthando lwakho, dali, buyisa
khawuleza

amehlo akho (mehlo akho)
asandibulala (awu, kunjalo)
nguwe wedwa (buyisa)

buyis’ uthando lwam’, dali, buyisa
khawuleza (khawuleza)

buyis’ uthando lwakho, dali, buyisa
khawuleza (khawuleza)

awu, ntombazana (uncumo lwakho)
ncumo lwakho (lusandibulala)
oh (nguwe wedwa)

[outro]
dali wami
sithandwa sam’
dali wami
sithandwa sam’
oh yoh, oh yoh, yoh
mhhh woh, mhhh yoh
nguwe wedwa

dali wami
sithandwa sam’
dali wami
dali wami
sithandwa sam’
dali wami

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...