lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu south africa – ringo madlingozi

Loading...

molo, mzantsi afrika
kunjani na kuwe?
ndingumntwana wakho
nangona ndingakwazi, mzantsi afrika
nindinike ikamva lakho, south africa
[?] yamabali akwayaziwa
nindinik’ imbali yakho, mzantsi afrika

molo, mzantsi afrika
ndivile ngohani
ndivile ngosobukwe
andimazi lo biko

molo, mzantsi afrika
ndingumntwana wakho
nangona ndingakwazi, mzantsi afrika (nangona, nangona)
nindinike ikamva lakho, south africa (south africa)
[?] yamabali akayaziwa
nindinik’ imbali yakho, mzantsi afrika
nangona ndingakwazi, south africa
nindinik’ ikamva lakho south africa, south africa
[?] yamabali akwayaziwa
kalamazoo, kalamazoo, andimazi
nangona ndingakwazi, mzantsi afrika (enoch sontonga)
nindinike ikamva lakho, south africa (solomon linda)
[?] yamabali akayaziwa (steve mokone, kalamazoo)
nindinike imbali yakho, mzantsi afrika (ndingumntwana wakho)
nangona ndingakwazi, mzantsi afrika (ndingumntwana wakho)

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...