lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu kumnyama – simphiwe dana

Loading...

[chant]
hhe k*mnyama
ndim lo k*mnyama
ingabe thando uphi na kobumyana
hhe k*mnyama
ndim lo k*mnyama

[verse 1]
ehh eheheh hehe
hhe k*myama
ndihleli ndedwa mna
ndim lo k*mnyama
eh hee ehh hhe k*mnyama
ndihleli ndedwa mna
ndim lo k*mnyama
andisakwazi nokulala, nokulala
ehh k*mnyama
ndim lo ndihleli ndedwa ngoku
ndim lo k*mnyama (ndim lo)
andisakwazi nokuthetha
ndisele seze
k*myama uthando luphelile
ndisel ebumnyameni
ndim lo (uthando luphelie uthando)
k*mnyama ngoku
ndisele sele
ndim lo ndihleli ndedwa bo
k*mnyama uthando luphelile bo
ndisele ebumnyameni
ndim lo k*mnyama
ingabe thando ubuphi na kobubumnyama
ndim lo
ehh k*mnyama
k*myama uthando luphelile
luphelile uthando
ndim lo k*mnyama

[bridge]
ndiseli ndedwa (ndisele ebumnyameni)
eeh k*mnyama
ndikhanyisel’ indlela
ndihlel’ ebumnyameni
eeh k*mnyama
ndikhanyisel’ indlela (ndikhanyisele indlela)
ndim lo k*mnyama

[verse 2]
ilimel’ intliziyo yami
eeh k*mnyama
xa luphelile uthando alumemezi, alumemezi
ndim lo (ndisel ebumnyameni)
k*mnyama
engabe thando uphi na kobubumnaya
intliziyo yam!

[outro]
xa luphelile uthando xa luphelile
aluyiceli indlela alumemezi, alumemezi
ndim lo k*mnyama
uthando luphelile uthando
eehh luphelile uthando
k*mnyama
ndihleli ndedwa mna kakade
ndim lo k*mnyama
uthando luphelile uthando
(ngabe thando uphi na kobubumnyama)
luphelile bo
eeh k*mnyama
thando ndihleli ndedwa
ingabe thando ugqibile ngam
thando k*mnyama
ndihleli engubeni
(ngabe thando uphi na kobubumnyama)
ndisel ebumnyameni

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...