lirik lagu ungalibali – simulationrxps
[chorus: simulationrxps]
yho
laatie yakwalanga vuk’ekseni ndenziplan
n0ba ningacima umbane nd’zohlala ndineplug
ndaziwa ngezenzo ngoba mna andithembi lucky
wathi umama n0ba uphela phi ungalibali
uyilaatie yakwalanga vuk’ekseni wenz’ iplan
n0ba bangacima umbane nd’zohlala ndineplug
ndaziwa ngezenzo ngoba mna andithembi lucky
wathi umama n0ba uphela phi ungalibali
[verse: simulationrxps]
yho
lova wakwalanga vuka ekuseni ndibephezkwe mission
andithand’ ucela ucendo so ndiz’gele istudio ekhisthini
sure ndisuka kude ngok ul ndimbiza ilesson
iwin ndiyibiza iblessing
wey ndayfunda elokshin
money, power, respect izinto zam zihlala zibalancewe
langa to thе world iskhathi sam sesifikile
oko bendilindilе
team yonke igymile
all the drive i have imali yeroyalties thenga iamg
uline ndawubona
uline ndawushova
hlonipha ulife, uyihlo nonyoko rip to mandoza
n2 ndidendophuma eslova
themba iskathi zonke izinto zizo popa
and la yho ingathi uzonicosta
yho yho yhooo
[chorus: simulationrxps & khanyisile qha]
laatie yakwalanga vuk’ekseni ndenziplan
n0ba ningacima umbane nd’zohlala ndineplug
ndaziwa ngezenzo ngoba mna andithembi lucky
wathi umama n0ba uphela phi ungalibali
uyilaatie yakwalanga vuk’ekseni wenz’ iplan
n0ba bangacima umbane nd’zohlala ndineplug
ndaziwa ngezenzo ngoba mna andithembi lucky
wathi umama n0ba uphela phi ungalibali
[outro: khanyisile qha]
sim ungalibali
ungalibali
uhloniphe abazali
ungalibali
uhloniphe abazali
ungalibali
ungalibali
ungalibali
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu kingsize nld › lirik lagu kingsize | wintersessie 2021 | 101barz – kingsize (nld)
- kumpulan lirik lagu トリプル・エー aaa jpn › lirik lagu joy to the love – トリプル・エー (aaa) (jpn)
- kumpulan lirik lagu wvsclouty › lirik lagu red moonlight (remix) – wvsclouty
- kumpulan lirik lagu solace › lirik lagu slow down – sølace
- kumpulan lirik lagu frxnkii › lirik lagu homesick – frxnkii
- kumpulan lirik lagu labadessa › lirik lagu cracco in cucina – labadessa
- kumpulan lirik lagu apple to orange › lirik lagu already in too deep – apple to orange
- kumpulan lirik lagu eden gregg › lirik lagu come & go – eden gregg
- kumpulan lirik lagu speed › lirik lagu family – speed
- kumpulan lirik lagu alex blue › lirik lagu dreams – alex blue