lirik lagu lomntana – stepdaddy
[hook]
mina ndamthanda lomntana
mina ndzomtshata lomntana
ndzomtshata
ndamthanda lomntana
mina ndamthanda lomntana ndyamthanda
ndzamtshata lomntana
mina ndzomtshata lomntana ndzamtshata
ndamthanda ndamthanda ndzomtshata (ewe)
[verse 1]
ndamthanda lomntana, andizenzi (zenzi)
u sweet u girl like candy (candy)
dammit ufanele udaddy (daddy)
ndifuna umthengela ibentley
dammit ufanele udaddy man (daddy man)
funa kwenzi ibenky man (hauw)
i’ve got goosebumps on this lady man (lady man)
ewe ndayithanda lemedi x 2 (ewe)
nina niyayi user lemedi (ewe)
alpha kawenzie usister wemedi
mna ndzothumu umgxhongo (umgxhongo)
sthuthe inkomo (inkomo)
n0ba zimbini
[hook]
mina ndamthanda lomntana
mina ndzomtshata lomntana
ndzomtshata
ndamthanda lomntana
mina ndamthanda lomntana ndyamthanda
ndzamtshata lomntana
mina ndzomtshata lomntana ndzamtshata
ndamthanda ndamthanda ndzomtshata
[verse 2]
vumile vumile mungcina
wathi ewe x 2 (ewe)
thuthi inkomo
uyozi faka ebuhlanti buka tata
ndaya ndibaleka (baleka)
ndayo landa ubh0m-yi (ubh0m-yi)
ndathi bh0m-yi masiye (masiye)
nam ndamfuna lomfazi (lomfazi)
ndifuna umfaka msesane
zoze ndiyeke umama wabantwana bam
zoze ndiyeke uzondiphathela indlalifa (indlalifa)
hey yea yeah
[hook]
mina ndamthanda lomntana
mina ndzomtshata lomntana
ndzomtshata
ndamthanda lomntana
mina ndamthanda lomntana ndyamthanda
ndzamtshata lomntana
mina ndzomtshata lomntana ndzamtshata
ndamthanda ndamthanda ndzomtshata
[outro]
dammit ufanele udaddy man (daddy man)
funa kwenzi ibenky man (hauw)
i’ve got goosebumps on this lady man (lady man)
ewe ndayithanda lemedi (ewe)
lo mzimba x 4
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu mlody fabbro › lirik lagu kruk – młody fabbro
- kumpulan lirik lagu north point › lirik lagu feelin’ lucky – north point
- kumpulan lirik lagu cecilio g p a w n gang › lirik lagu el maricon de esteban y su colega el negro – cecilio g. & p.a.w.n gang
- kumpulan lirik lagu nayo mvula › lirik lagu mukwesu – nayo mvula
- kumpulan lirik lagu vlase › lirik lagu detrás del arcoíris – vlase
- kumpulan lirik lagu entics › lirik lagu i still love – entics
- kumpulan lirik lagu game voice › lirik lagu modded 808 – game voice
- kumpulan lirik lagu minttu › lirik lagu бессонница (insomnia) – minttu
- kumpulan lirik lagu foals › lirik lagu the sound – foals
- kumpulan lirik lagu secret society › lirik lagu paradise ranch – secret society