lirik lagu ihlwili (blood clot) – test ntsini
test ntsini – ihlwili (feat embo) (prod by pzho)
intro. (embo)
yeeeeeeeeee… iyeyeyee, iyey yee iyeye yeyeyeye’wowowowowoo, iyey yee, yey yee, yo ow……….
verse one : (test ntsini)
ah, ndizabalazile, inga ndingaz’bamba andikwaz’uk’gcina phakathi, kwam amahlwili, ingxaki ndiyaxakwa andazi nding-y’qalaphi, ixanan-z-le, iza ingamandl’ayithandisi mna ixabanile, ndaw’basathini? inga ndingakhala mhlaw’mbi ndidinga lamazwi, yiya thahla uk’jika awusakwazi, ngqisha phantsi usilwa khalaz’ubhitya phaa kwiinzima phakathi, liva mnandi ilishwa ikhaya ndim, kuba ndikhe ndibave besitsho besithi liyakwazi kokwalo, indikrakrele impilo angenile amanzi ngumbhodamo, akukho kwamntu ebetshilo ngelithi bungamnandi ubomi bam, k-mnyama andiboni kwa-ukukhanya k-mhla ozayo
chorus : (test ntsini & embo)
ebuntwanen’bam, leliphi eliny’igama endiqale ngomlomo ukulikhupha?
alikho ngumama wam. alikho ngumama wam
yoh, ebumnandini naxa kukubi ndikhala ndiz’celela okokuhlangulwa, iiyhoo mama wam. iiyhoo mama wam
ah, akubimnandi nyani, uk-m’bona ngeliso lam lenyama, esoyisakala kwiinzingo umama wam. kwiinzingo umama wam
verse two : (test ntsini)
ah, amabona ndenzile uwenzile ndakhula, ndimana k-mosha ndisemncinci ndisenziwa bubuntwana, mama undicoca nesimilo esingesihle sasuka, ndangumntu okukwam kwelilizwe undichebile amaduma, undinqwanqwada ndikukhathaza ngokungafuni s’kolo, wemka namanzi unyaka ndiphinda ibanga lam lesibhozo, ngonyezi undivusa, mna ndidlala ngethuba ondizamela nzima, ndisonqen’ukufunda, namhla alinakubuya ndiyalikhalela gqitha, xa ndiz’bona ndingekhomandleni okuhlangula, kwintsokolo endakhula ivale namathuba, xa ndik’bona usiya usayela akukho kuphumla, nakwingqondo ngoku ukhula ufanele ukuba uyaphumzwa
chorus : (test ntsini & embo)
ebuntwanen’bam, leliphi eliny’igama endiqale ngomlomo ukulikhupha?
alikho ngumama wam. alikho ngumama wam
yoh, ebumnandini naxa kukubi ndikhala ndiz’celela okokuhlangulwa, iiyhoo mama wam. iiyhoo mama wam
ah, akubimnandi nyani, uk-m’bona ngeliso lam lenyama, esoyisakala kwiinzingo umama wam. kwiinzingo umama wam
(embo) [humming]
yey yee iyeeyeyee yee-eyey yee, ndizabalazile, ndizabalazile
chorus : (test ntsini & embo)
ebuntwanen’bam, leliphi eliny’igama endiqale ngomlomo ukulikhupha?
alikho ngumama wam. alikho ngumama wam
yoh, ebumnandini naxa kukubi ndikhala ndiz’celela okokuhlangulwa, iiyhoo mama wam. iiyhoo mama wam
ah, akubimnandi nyani, uk-m’bona ngeliso lam lenyama, esoyisakala kwiinzingo umama wam. kwiinzingo umama wam
outro : (embo)
yeeeee, iyee eeeeeeeee… yeeyeyeyee iyee eeeeyyi, mama wam. mama wam. ndizabalazile, ndizabalazile
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu lil lotus › lirik lagu missed ur call – lil lotus
- kumpulan lirik lagu lil baby › lirik lagu ride my wave – lil’ baby
- kumpulan lirik lagu dax › lirik lagu serve n protect – dax
- kumpulan lirik lagu john prine › lirik lagu boundless love – john prine
- kumpulan lirik lagu the republic of wolves › lirik lagu fire light – the republic of wolves
- kumpulan lirik lagu lil lotus › lirik lagu alone – lil lotus
- kumpulan lirik lagu triple one › lirik lagu madonna – triple one
- kumpulan lirik lagu drip og › lirik lagu one man army – drip og
- kumpulan lirik lagu forest of shadows › lirik lagu drowned by guilt – forest of shadows
- kumpulan lirik lagu david mann › lirik lagu i love you – david mann