lirik lagu inene – test ntsini
intro
tyhoo! intle indalo. thixo! udaliwe
ndomqala ngaphi? ndimqale ngaphi na bethu?
verse 1
kowu sisiza, lonto uyand’cokisisa rhoqo und’betha ndiyoxela ng*yo yonke imihla/
okok’cikizwa, kunzima ukukujongisisa hlobo ondiphandla ngalo ngawo lhoowomkhitha/
ikucacele, intliziyo ikuthambele/
iz’cacele, kusisi lo iz’thandele/
kwamhlamnene, usisi lo udalelwe/
ukuba aqhamele, k*mzi woohlamba ngobubende/
ayisos’dima, liqobokazana laseafrika/
akhoncwina, liqobo qha qwaba waaqingqwa/
z’bongo ziphi na? ngophotho namthanyane ndantswinya/
..eish, molokazana kamamzima/ pewu!
andifun’uxoka, intliziyo yaachonga yagqiba/
akukho nokrokra, lona iliso laajonga lagqiba/
lathi lakubona kw*ngqina, kwanomoya ngokuzinza/
wena walelona bhinqa, elingandonga ndisifa/
hook
tyhooo! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
eeeih! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
vеrse 2
khandithi nqaku, sihambe mntase incinci lеndawo/
mayindize ibaloon, sicande kahle kwizithili zothando/
intliziyo ingatsho, eneneni ikunikile uthando/
ungqiniwe mntwanomntu, ayithetheki imincili endinayo/
uzivulile iingcango, undamkelile entliziyweni yakho/
undinikile uthando, ingaba yintoni enye endiyiding*yo/
bendinxaniwe entlango lufike lw*ngamanzi olwakho uthando/
bendilambile luphango, lujike lw*ngamasi olwakho uthando/
andifun’uxoka, intliziyo yaachonga yagqiba/
akukho nokrokra, lona iliso laajonga lagqiba/
lathi lakubona kw*ngqina, kwanomoya ngokuzinza/
wena walelona bhinqa, elingandonga ndisifa/
hook
tyhooo! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
eeeih! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu a c a b › lirik lagu can’t get enough of myself – a.c.a.b.
- kumpulan lirik lagu shaan › lirik lagu aisi umar mein – shaan
- kumpulan lirik lagu da silva › lirik lagu tout va pour le mieux – da silva
- kumpulan lirik lagu leeroy › lirik lagu j n attends personne – leeroy
- kumpulan lirik lagu dwin the stoic › lirik lagu end of an era – dwin, the stoic
- kumpulan lirik lagu colbie caillat › lirik lagu gypsy heart – colbie caillat
- kumpulan lirik lagu tipe x › lirik lagu keracunan – tipe-x
- kumpulan lirik lagu bz › lirik lagu warui yume – b’z
- kumpulan lirik lagu pesado › lirik lagu carta jugada – pesado
- kumpulan lirik lagu bz › lirik lagu travelin’ men no theme – b’z