lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ibokwe (goat) – thandiswa mazwai

Loading...

[verse 1]
uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni na
yewen’ uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni
uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni na

[chorus]
ndamlungisa ngaphandle kwebokwe
lona ndamlungisa tyini ngaphandle kwebokwe

[verse 2]
yabona uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni na
ngoku uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni
uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni na
yewen’uzawndazi uk’ba ndibhinqe ngantoni na

[chorus]
eyintakulungiswa
ngaphandle kwebokwe (yoh, yoh, yoh)
yabona lona yena ndizamlungisa
ngaphandle kwebokwe (yo*yoh, yoh, yoh)

[verse 3]
’cause i’m an african flying machine
ungandibona xa ndithi do my thing
sukhathazeka intweyincane lezi
asifuni kuthi ide ilale ibokwe aph’ ekhaya
zintweyincane lezo asifuni kuthi bude
buphekwe utywala aph’ ekhaya
zintweyincane lezo
oh zintwezincinci lezo
[chorus]
eyintakulungiswa
ngaphandle kwebokwe
yabona le nto yona ndizayilungisa
ngaphandle kotywala (yo*yoh, yoh, yoh)
le meko ndizayilungisa ngaphandle kwebokwe
ndamlungisa ngaphandle kotywala (yo*yoh, yoh, yoh)

[verse 4]
yeyi wena nhlungu kayiphela
yeyi wena bunzima
ngoba kudala zikhala izingane zobaba
yewena nkathazo andikoyiki ndiyakfuna

mmm ye ye ye ye ye oh ndibhinqe ngantoni na
hho woh woh woh woh oh ndibhinqe ngantoni na
mmm ye ye ye ye oh ndibhinqe ngantoni na
hho woh woh woh woh oh ndibhinqe ngantoni na

[chorus]
oh ngaphandle kwebokwe
kuphila ngaphandle kwebokwe
ngaphandle kwebokwe
kuphila ngaphandle kwebokwe
yeh yeh yeh yeh ndibhinqe ngantoni na
woh woh woh woh ndibhinqe ngantoni na
woh ndibhinqe ngantoni na
bhinqe ngantoni
woh ndibhinqe ngantoni na
bhinqe ngantoni na
[outro]
ngaphandle kwebokwe
yeh mmm yeh mmm
woh woh mmm
yeh mmm
woh woh mmm
yeh mmm
woh woh mmm
yeh mmm
woh woh mmm
yoh yoh yoh yoh yoh yoh

tyini ndambetha ngengoma
tyini ndambetha ngengoma
tyini ndambetha ngengoma
tyini ndambetha ngengoma
tyini ndambetha ngengoma

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...