lirik lagu inkomo – the soil
nazi inkomo ebuhlanti kuvume nabaphantsi besithi eyi sani kutheni angekhamthati ndathi yonk’int’irighti yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata’khe akandifuni
ndisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlangeni ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase rhawutini ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe elothutyana ndivumele ndithethe nawe ndiyi ntsiki yekhaya ikhaya lakwa ngxanga ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb’isandlasam s’thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho bahlale phantsi bobabini baxoxisane
samza ndiyoyika (hayi ayikho int’enjalo) ndoyika umama no tata (hayiko int’enjalo) umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola
hayi andikaze mna ndiyibone intombazane entle nje ngawe please ntombazane uzundimamele nditheth’inyan’ sthandwa undi charmile ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile please ntombazane uzundimamele ndithet’inyani sthandwa ndikuthandile
tata’khe akandifuni akandifuni tata’khe akandifuni…
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu marvin morris › lirik lagu riverradiate – marvin morris
- kumpulan lirik lagu medslaus › lirik lagu goodguy – medslaus
- kumpulan lirik lagu og frexzz › lirik lagu proof – og frexzz
- kumpulan lirik lagu sienne chambers › lirik lagu lonely hearts club – sienne chambers
- kumpulan lirik lagu miller anderson › lirik lagu don’t let me be misunderstood – miller anderson
- kumpulan lirik lagu tryhardninja › lirik lagu don’t forget – tryhardninja
- kumpulan lirik lagu stephanie freestyle › lirik lagu don’t you know – stephanie (freestyle)
- kumpulan lirik lagu chig bungus › lirik lagu love song (no homo) – chig bungus
- kumpulan lirik lagu adai music › lirik lagu pra sempre reinarás – adai music
- kumpulan lirik lagu rich white ladies › lirik lagu 9021-blow – rich white ladies