lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndibambe kanje – the soil

Loading...

[chorus]
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi patha patha
ndibambe kanje ooh
ooh, undibambe kanje

[verse 1]
mamela baby (mamela)
i will give you so much joy (so much more)
mamela sthandwa sam i’m exactly what you’ve been looking for
yeah we gonna, you and i can take it slow
but for now
let’s move to the rhythm of the music
let go and baby just lose it
[chorus]
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje oooooooh
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje ooh
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje ooh
ooh, undibambe kanje

[verse 2]
hey baby
khaw’yenzi phatha phatha ndikunjongile
mamela apha lovey wami
khaw’thathi sandla sami sitshone phantsi
ndikuthandile baby
ndifuna wena wedwa undibambe kanje
yewena sthandwa sami
khaw’ phathi phathaphatha ndikunjongile
[chorus]
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje ooh
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje

[verse 3]
phezolo ndikubonile
uhleli ne tshomi zakho
ndathi make ndikubulise
ngikubuze ngo buhle bakho
ndithandi ndlela o nxiba ng*yo
ngendlela oncuma ng*yo
ndithandi ndlela oziphethe ng*yo
ndiyavuma wajika nayo
[chorus]
phatha phatha
shayi phatha phatha
undibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje
ooh, undibambe kanje
phatha phatha
shayi phatha phatha
ndibambe kanje

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...