lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu flerhi – tlr dezz

Loading...

iin*ggas ezinitsi zicinguba zizoyimela iflerh la wei ziyaxoka
usukela kudala bezama ukundiwisa bethatha ama chance ndiyaqonda
nangoku bacinga ukuwindisa ezibhari manyhani ke zona zizozisola
ngam soze ndivume zonke ezi ntwana ndizozitshiya zimongoza

ngam soze ndivume ufuna iflerh ndizokubeka phantsiii
ucinga undokhela uthatha ama chanceee
nisebancinci nizi laithiii
sukani endleleni kophalala igaziii
abanye ndiyababonaaa xa kufika utlr dezz bona batshintsha ikona
nicinga ningolovaaa xa kufika utlr dezz bafuna ukopola
ukuba ufuna uzibonelaaa ndiyakuthebisa wayisusa uzoyimеla
ukuba ufuna undokhelaaa ndiyakuthembisa uzophelеla engcwabeni

iin*ggas ezinitsi zicinguba zizoyimela iflerh la wei ziyaxoka
usukela kudala bezama ukundiwisa bethatha ama chance ndiyaqonda
nangoku bacinga ukuwindisa ezibhari manyhani ke zona zizozisola
ngam soze ndivume zonke ezi ntwana ndizozitshiya zimongoza
iin*ggas ezinitsi zicinguba zizoyimela iflerh la wei ziyaxoka
usukela kudala bezama ukundiwisa bethatha ama chance ndiyaqonda
nangoku bacinga ukuwindisa ezibhari manyhani ke zona zizozisola
ngam soze ndivume zonke ezi ntwana ndizozitshiya zimongoza

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...