lirik lagu ispani – tlr dezz
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela umdeni wami
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela isquad sami
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela umdeni wami
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela isquad sami
impumelelo iyandibiza
ixesha limnkile ayatshona amalanga
mpumelelo iyandibiza
ixesha limnkile ayatshona amalanga
mna ndiphusha ispani
yonk’i mihla andilali
oko oko ndikhupha umlilo ingoma emnandii
kudala bezama undiwisa kodwa abakwazi
abanye bandithanda abanye abandithandi
ndim namajita wam
sihlezi siphezu koline
thina etlr
siphila kamnandi
hlala sphushi spani
everyday ebusuku asilali
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela umdeni wami
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela isquad sami
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela umdeni wami
andikhathali n0ba ungubani
mna ndiphusha ispani
yonke into endiyenzayo ndiyenzela isquad sami
impumelelo iyandibiza
ixesha limnkile ayatshona amalanga
mpumelelo iyandibiza
ixesha limnkile ayatshona amalanga
ndayazi beningeno ndithanda nonke kodwa ndizophusha ndide ndiphumelele
ndayazi beningeno ndithanda nonke abanye bane phupha loba umculo ndiwuyeke
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu jim orourke › lirik lagu last year – jim o’rourke
- kumpulan lirik lagu el matador › lirik lagu la force du nombre – el matador
- kumpulan lirik lagu curtis stigers › lirik lagu john the revelator – curtis stigers
- kumpulan lirik lagu one ok rock › lirik lagu et cetera – one ok rock
- kumpulan lirik lagu erik estrada › lirik lagu el precio del amor – erik estrada
- kumpulan lirik lagu teddy geiger › lirik lagu ordinary man – teddy geiger
- kumpulan lirik lagu remoe › lirik lagu magnet – remoe
- kumpulan lirik lagu erene › lirik lagu stay (rihanna cover) – erene
- kumpulan lirik lagu felix leclerc › lirik lagu comme abraham – felix leclerc
- kumpulan lirik lagu living legends › lirik lagu nothing less – living legends