lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu make you proud – tlr dezz

Loading...

mama ndayazi ngalo mculo ucinga kuba mna ndizimoshel’ixesha
ndihamba ekseni ndibuye ebsuku mna endlini andisahlali ngenye imini izoziqhenya
ndayazi endlini akukho lula isonka etafileni ngalomculo nzosibeka
ndim mama unyanakho emithandazweni yam nawe ndiyakubeka
i will make you proud mama ngam uzoziqhenya
i will make you proud
ndizotshints’imeko ekhaya
i will make you proud mama ngam uzoziqhenya
i will make you proud
ndizotshints’imeko ekhaya
lomculo suwudlela indlala keh mama one day uzondibhatala amacentana
abanye bebusy besithi ndaboniswa marra abazi lomculo ndawuthanda
busuku andilali ndibhala amagama, ngoba ndifuna ube nendlu esandton
ngoku ndiyi ndoda k*mele kucace apha ekhaya sonke sibe happy nge festive
khupha ingoma one download bathi ndi wack oledy
khupha ingoma more downloads bonke bazenza obestie
marra ndisalila mna thixo ndicela nje impumelelo
ndicela ungandincami mama yonke into inexesha layo
minyaka ihambile brah andiyichani lento ndiyi aim.ayo
mhlabeni kunzima mntase andiyithandi lento ndiyibonayo
lonto ndihlale ndilila mna
lonto ndihlale ndilila mna
it’s k*9
mama ndayazi ngalo mculo ucinga kuba mna ndizimoshel’ixesha
ndihamba ekseni ndibuye ebsuku mna endlini andisahlali ngenye imini izoziqhenya
ndayazi endlini akukho lula isonka etafileni ngalomculo nzosibeka
ndim mama unyanakho emithandazweni yam nawe ndiyakubeka
i will make you proud mama ngam uzoziqhenya
i will make you proud
ndizotshints’imeko ekhaya
i will make you proud mama ngam uzoziqhenya
i will make you proud
ndizotshints’imeko ekhaya
i will make you proud
ndifuna mama uzingombhe isfuba i swear uzoziqhenya ngam
i’m blessed to be your son
ndayazi ngamanye amaxesha we don’t see eye to eye
ucinga ndizmoshela ixesha
mna ndayazi ngomculo imali nzoyenza
even neskolo ndingasiyeka
mama i need ur support ndakucela
mama i will make you proud, ndim ozothintsa imeko mama endlini
mama i will make you proud, ndim ozohoya amawele no indie
mama i will make you proud, umaso nozuzu nabo ndingashiyi
mama i will make you proud, cela unyamezele kushiyeke kancinci
i will make you proud mama ngam uzoziqhenya
i will make you proud
ndizotshints’imeko ekhaya
i will make you proud mama ngam uzoziqhenya
i will make you proud
ndizotshints’imeko ekhaya

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...