lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu zinxibe ukuba ziyakulingana – tlr dezz

Loading...

kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
ndiphume tlr mna ndiyayimela ibeef
nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
niyaxoka niyabona icofimvaba iphethwe sithi

kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
ndiphume tlr mna ndiyayimela ibeef
nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
niyaxoka niyabona icofimvaba iphethwe sithi

ndiyabona nonke ndiyabona nicinga nasazi
ndabona nonke nicinga singaba ngani
xa nibona sik!ller shows nina ni acter funny
ingxaki niyabona ukuba umgangatho awulingani

kudala siyiphethe legame nina ni wack wack wack aninophikisa
cela nidlalele ferr abanye bona babusy ngomambhlisha

abanye babusy balike post zam
bazenza cheesy kodwa bafuni fame ngam
makweni respect itlr
andikagqibi eli lixesha lam

thina skhupha oko
mamela nditshintshe flow
quality zenu azicacanga yizani ndifaki skolo
aniboni nto ewrong
nina niculu doti
game siyiphethе nina guqani ngama dolo
game siyiphethe ndingu tlr dеzz
gqithisa umyalezo kuzo zonke ezi ewack cats
nonke ngoku noyeka udelela
nonke ngoku noyeka udelela

kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
ndiphume tlr mna ndiyayimela ibeef
nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
niyaxoka niyabona icofimvaba iphethwe sithi

kudala ndinibona nina nonke nicinga siyanoyika
ndiphume tlr mna ndiyayimela ibeef
nizibiza nge artists umntu akanayo nehit
niyaxoka niyabona icofimvaba iphethwe sithi

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...