lirik lagu umzuzu/ungawari babe – umle sounds
Loading...
[verse 1]
bebesoloko benc-ma qho xa begilana endleleni lately
bisoloko ikhangeleka ikude okwe nkwenkwezi icheri
lonto yenza qho xa kusisa intwana imncanywe badly
yade yamcela bachith’umzuzu
(umzuzu)
(umzuzu)
(umzuzu)
(umzuzu)
ungawari baby
ungawari ndiyazifela qha
qha uzuyazi ndiyakucinga
uhlaleuyazi ndiyakucinga nyan-2
[verse 2]
wathi iinkwenkwezi zingawela phantsi 1day
uyila nyanga ndihamba ebusuku sowundikhanyisele
nelonc-mo lwakho lundisa ngapha nangapha ndingakwazi uhlala steal ndithi sondela apha
sondela ndibe unc-mo lwakho-2
see i
see i do
love you
ndifun’uncamathela
ndingasuki
ndifun’uba ngu chappies
ngu chappies
ndinga phuncuki
ndiyi mpumputhela
ndikwa sisw’isthulu
ndihamba ndiyangqubeka
nqanda lonto imbi
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu k a a n › lirik lagu in my way – k.a.a.n.
- kumpulan lirik lagu tuco › lirik lagu kingpin – tuco
- kumpulan lirik lagu homezone › lirik lagu smaller – homezone
- kumpulan lirik lagu taimour baig › lirik lagu ek hi chalega – taimour baig
- kumpulan lirik lagu our time down here › lirik lagu sympathy pains – our time down here
- kumpulan lirik lagu lasse stefanz › lirik lagu du sa farväl – lasse stefanz
- kumpulan lirik lagu jun alcan › lirik lagu pôr-do-sol (baseada num tweet) – jun alcan
- kumpulan lirik lagu flower jp › lirik lagu blue sky blue – flower (jp)
- kumpulan lirik lagu z of firing squad › lirik lagu roll thru – z (of firing squad)
- kumpulan lirik lagu dejhan › lirik lagu agera – dejhan