lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu andzazi – vusi nova

Loading...

[verse 1]
ndidibene nawe izolo, uhamba naye
yavele intliziyo yam’, yoph*ka
ndidibene nawe izolo uhamba naye
yona yavele intliziyo yam’, yoph*ka
bathi uzenzile akakhali
kodwa andikwazi ukukubona uhamba nomnye
sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe?

[chorus]
andizazi ndo k’ba yintoni ngaphandle kwakho

mizamo yam yophelel’ aphi, ngaphandle kwakho

[verse 2]
nabahlobo bam’ bayandibuza
“ngabe kuphelile oh manyani?”
ndibaphendule ndithini na? sthandwa sam’
ndixakekile, sthandwa sam’
mna ndibidekile, mna yintoni na?
sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe?

[chorus]
andizazi ndo k’ba yintoni ngaphandle kwakho
andizazi ndo k’ba yintoni ngaphandle kwakho
mizamo yam yophelel’ aphi, ngaphandle kwakho
mizamo yam yophelel’ aphi, ngaphandle kwakho
andizazi ndo k’ba yintoni ngaphandle kwakho
andizazi ndo k’ba yintoni ngaphandle kwakho
mizamo yam yophelel’ aphi, ngaphandle kwakho
mizamo yam yophelel’ aphi, ngaphandle kwakho

[outro]

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...