lirik lagu ndimfumene – vusi nova
mh,hm yeah yeah, oh’ho
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
mna nawe nzwakazi
kudala si’hamba lendlela
mna nawe baby
kudala si’hamba lendlela
kunzima kungekho lula
izitha zam zenza umsebenzi wazo
kunzima kungekho lula
izitha zam zenza umsebenzi wazo, kodwa
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
ndakwazi ndingekakuboni
ndikubona emaphupheni am’
min’embi ndakubona ngeso lenyama kw*ngathi kudala
ngob’ungowam
sozebalunge
ndiz’thandela wena
sofa s’lahlane
ngob’ungowam
sozebalunge
ndiz’thandela wena
sofa s’lahlane
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
ngob’ungowam
sozebalunge
ndiz’thandela wena
sofa s’lahlane
ngob’ungowam
sozebalunge
ndiz’thandela wena
sofa s’lahlane
ngob’ungowam
sozebalunge
ndiz’thandela wena
sofa s’lahlane
ngob’ungowam
sozebalunge
ndiz’thandela wena
sofa s’lahlane
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
ndim’fumene osenyongweni k*m
ndim’fumene umaqondane wam
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
mas’hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
yeah eh
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu oh caraga › lirik lagu bagani – oh! caraga
- kumpulan lirik lagu heems › lirik lagu yo momma – heems
- kumpulan lirik lagu k soto › lirik lagu detroit – k. soto
- kumpulan lirik lagu marketplace › lirik lagu marketplace online terbaik di indonesia – marketplace
- kumpulan lirik lagu mlody kami › lirik lagu nieswiezy – młody kami
- kumpulan lirik lagu ansh4sure › lirik lagu idrk (intro) – ansh4sure
- kumpulan lirik lagu 99hunnids › lirik lagu dilong – 99hunnids
- kumpulan lirik lagu kidd process yon › lirik lagu batman – kidd process & yon
- kumpulan lirik lagu paifan › lirik lagu φωνές απ’τα υπόγεια (fones ap’ ta ypogeia) – paifan
- kumpulan lirik lagu jose mauricio pop rock › lirik lagu emaranhado – josé maurício (pop rock)