lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndizakulinda – vusi nova

Loading...

ndithendizakulinda
phofu ndaalinda
kodwa intliziyo yam ay’khang’ ikwazi ukulinda

inene uthando ngeny’into
inene ndikuthandile
kulomhlaba izinto zingenye indlela
ndaakuthembisa ukulinda intliziyo yala

[chorus x2]
ndithendizakulinda
phofu ndaalinda
kodwa intliziyo yam ay’khang’ ikwazi ukulinda

kaloku ‘ntliziyo iyaz’lawula
kaloku naw’umthwalo iwuthwele
ezandleni
ezandleni zakho
uzung-yi khaleli
ihlukunyezwe nguwe

[chorus x2]
ndithendizakulinda
phofu ndaakulinda
kodwa intliziyo yam ay’khang’ ikwazi ukulinda

ewe, ewe mna ndiyavuma
(ndithendizakulinda)
kodwa, kodwa wenze kwa likhuni
ndiv’ andiyo ngelosi
andiyo ngelosi
ndiyindod’ egcin’ izithembiso zayo
wena wenza kwanzima

phofu ndaakulinda
kodwa intliziyo yam ay’khang’ ikwazi ukulinda

ndithendizakulinda
phofu ndaakulinda
kodwa intliziyo yam ay’khang’ ikwazi ukulinda

ndithendizakulinda
phofu ndaalinda
kodwa intliziyo yam ay’khang’ ikwazi ukulinda

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...