lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndonele – vusi nova

Loading...

[verse 1]
ntlizoyo yam’ yamkela
ndiyazi umthandile usamfuna
kodwa isimo asisavumi, ndihlale naye
nqondo yam’ ndiyazi udikiwe
ubuxoki ngamabali n0buvuvu
kude kwabalapha, mhm ungatshintshi

[chorus]
ndonele kukubona uzenzela apha k*m’
kukubona usenza inhlekisa ngam’
ah ndonele, kwanele
ndonele kukubona uzenzela apha k*m’
kukubona usenza inhlekisa ngam’
ah ndonele, kwanele

[verse 2]
yiminyaka sithandana
ndinyamezele amanyala akho
undihlaza, undihlaza, oh yini na?
lilibale igama lam’
lilibale igama lam’ kusukela namhlanje
ndilibale, oh ndiyahamba mna

[chorus]
ndonele kukubona uzenzela apha k*m’
kukubona usenza inhlekisa ngam’
ah ndonele, kwanele
ndonele kukubona uzenzela apha k*m’
kukubona usenza inhlekisa ngam’
ah ndonele, kwanele
ndonele kukubona uzenzela apha k*m’
kukubona usenza inhlekisa ngam’
ah ndonele, kwanele

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...