lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu nomathemba – vusi nova

Loading...

[chorus]
he nomathemba
he nomathemba
hinxubakaxaka yantoni na lena?
he nomathemba
hintoni my love?
hintoni my love?
hinxubakaxaka yantoni na lena?

[refrain]
oh why
oh why
oh why
oh why ndenzenjani na?

[verse 1]
ndikhumbula ndiqal’ ukuk’bona mna ndacazeka mna
ndavele ndaphathwa zintloni ndaphathwa higwababa
hay’ ndinceden, buhl’ obungaka and’ kwazi nokuzibambha
kwazi nokuncama ncono ndihlale ndizama
ndifun’ ube ngo wam

[refrain]
oh why
oh why
oh why
oh why ndenzenjani na?
[chorus]
he nomathemba
he nomathemba
hinxubakaxaka yantoni na lena?
he nomathemba
hintoni my love?
hintoni my love?
hinxubakaxaka yantoni na lena

[refrain]
oh why
oh why
oh why
oh why ndenzenjani na?

[verse 2]
ndizibuza imibuzo (imibuzo)
xandifika kuye ndizothini na mna?
mhla umbhi ndimbuz’ ixesha
ndimbuz’ impilo
ndimbuz’ ukub’ unjani
mara why undenza so?
oh nomathemba

[refrain]
oh why
oh why
oh why
oh why ndenzenjani na?
[chorus]
he nomathemba
he nomathemba
hinxubakaxaka yantoni na lena?
he nomathemba
hintoni my love?
hintoni my love?
hinxubakaxaka yantoni na lena
he nomathemba

[refrain]
oh why
oh why
oh why
oh why ndenzenjani na?

[chorus]
he nomathemba
he nomathemba
hinxubakaxaka yantoni na lena?
he nomathemba
hintoni my love?
hintoni my love?
hinxubakaxaka yantoni na lena
he nomathemba

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...