lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu live my life – winnie khumalo

Loading...

hayi ndibonile
ndatsho mna ndavela
ndabuya ndathi ndim lo
kwathula kwathi tu
oh hayi ndifundile
ndabuya mna ndangena
ngoku ndithi ndim lo
bayandijonga

[refrain]
ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile

[chorus]
oh i just wanna live my life
i wanna live my life
oh i just wanna be myself
ndiphil’ubomi bam
oh lendlela inde inameva
mna ndizokwenze njani
oh lendlela inde kwa ibanzi
ndifun’ubomi bam

[verse 2]
ngafika ngisasemncane mina
ugogo wami wathi
winnie mntwanam, winnie mntwanam
winnie mntwanami mntwanami mntwanami
ndiyabulela ngothando lwakho
ndiyabulela ngeemfundiso zakho
ndiyabulela ngakho konk’ongenzele khona
o mina
o mina
o mina, mina o mina
[chorus]
oh i just wanna live my life
i wanna live my life
oh i just wanna be myself
ndiphil’ubomi bam
oh lendlela inde inameva
mna ndizokwenze njani
oh lendlela inde kwa ibanzi
ndifun’ubomi bam

[refrain]
ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile

[chorus]
oh i just wanna live my life
i wanna live my life
oh i just wanna be myself
ndiphil’ubomi bam
oh lendlela inde inameva
mna ndizokwenze njani
oh lendlela inde kwa ibanzi
ndifun’ubomi bam

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...