lirik lagu thembalam – zahara
[chorus]
ntengu ntengu macetyane
undikuthandile we thembalam’
ntengu ntengu macetyana
undikukhonzile we sthandwa sam
ntengu ntengu macetyane
oh ndikuthandile we thembalam’
ntengu ntengu macetyana
oh undikhonzile we sthandwa sam
[verse 1]
andisakwazi ngaphandle kwakho
umphefumlo wam
uyancokola ngenxa yakho
nguw’umphefumlo wam’
ndijikelwe nangumvandedwa
ngenxayakho we themba lam’
ndijikelwe nangumvandedwa
ngenxayakho we themba lam’
[chorus]
ntengu ntengu macеtyane
undithandile we thеmbalam’
ntengu ntengu macetyana
undikhonzile we themba lam’
uzandibamba la undiyeke la
unditha ndile we themba lam’
uzandibamba la undiyeke la
undikhonzile wethemba lam’
[verse 2]
sendaba yimfama
ukholo lwam lukhona
ndimtholile owam ubae
sendaba yimfama
ukholo lwam lukhona
ndimfumene owam ubae
[chorus]
ntengu ntengu macetyane
undithandile we themba lam’
ntengu ntengu macetyana
undikukhonzile we themba lam’
uzandibamba la undiyeke la
undithandile we themba lam
uzandibamba la undiyeke la
undikhonzile wethemba lam
ntengu ntengu macetyane
undithandile we themba lam
ntengu ntengu macetyana
undikhonzile we themba lam
uzandibamba la undiyeke la
undithandile wethemba lam
uzandibamba la undiyeke la
undikhonzile wethemba lam
[bridge]
ndimfumene ubae ayeye
ndimfumene ubae ayeye
ndimfumene ubae ayeye
ndimfumene ubae ayeye
[outro]
uzandibamba la undiyeke la
undithandile wethemba lam’
uzandibamba la undiyeke la
undikhonzile wethemba lam’
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu ary por › lirik lagu i wanna know – ary (por)
- kumpulan lirik lagu the isley brothers santana › lirik lagu are you ready – the isley brothers & santana
- kumpulan lirik lagu curtis stigers › lirik lagu you are too beautiful – curtis stigers
- kumpulan lirik lagu peyton list › lirik lagu liar liar – peyton list
- kumpulan lirik lagu kim samuel 사무엘 › lirik lagu sos – kim samuel (사무엘)
- kumpulan lirik lagu 38 special › lirik lagu wild eyed southern boys [live at sturgis] – 38 special
- kumpulan lirik lagu michael schulte › lirik lagu 1999 – michael schulte
- kumpulan lirik lagu st rus › lirik lagu и только микрофон (and only microphone) – st (rus)
- kumpulan lirik lagu insane killah › lirik lagu better days – insane killah
- kumpulan lirik lagu valak band › lirik lagu valak – valak (band)