lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndiredi – zwai bala

Loading...

[intshayelelo]
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndinaw’ amandla okundiza ndiph’ umoya
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndinaw’ amandla okundiza ndiph’ umoya

[ikwayara]
themba limbi andinalo
nguw’ ithemba lam
nguwe, nguwe, nguw’ ithemba lam

[intshayelelo]
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndinaw’ amandla okundiza ndiph’ umoya
ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
ndinaw’ amandla okundiza ndiph’ umoya

[ikwayara]
themba limbi andinalo
nguw’ ithemba lam
nguwe, nguwe, nguw’ ithemba lam

[indinyana 1]
phantse ndayel’ emaweni
phantse ndagen’ endongeni
phantse ndagenyathel’ umsila
phantse ndahlala kwaphela
phantse ndaval’ umnyango
phantse ndadyobh’ amehlo
phantse ndadudel’ uhambo
phantse ndalahl’ umzamo
nguban’ oth’ andinawo
amandla wazi njani?
phantse ndammamela yena
xa esith’ andinawo
xa esith’ andinawo
[ikwayara]
themba limbi andinalo
nguw’ ithemba lam
nguwе, nguwe, nguw’ ithemba lam
themba limbi andinalo
nguw’ ithеmba lam
nguwe, nguwe, nguw’ ithemba lam (nguwe, nguwe, nguw’ ithemba lam)
(nguwe, nguwe, nguw’ ithemba lam)
(nguwe, nguwe, nguw’ ithemba lam)

[isiphelo]
[?]

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...